SONG MP3 DOWNLOAD MP3: Zahara – Umongameli [Mp3, Lyrics & Video]

join our telegram channel 45

join us on Telegram

Spread the love

South African singer-songwriter, Zahara has released a song titled “My Helper“.

My Helper” is a song that will bless Christians and gospel music lovers worldwide. The song is lifted off Chris Morgan’s recent album tagged “New Blast”.

Bulelwa Mkutukana, best known by her stage name Zahara, is a South African singer and songwriter born on November 9, 1987.

After signing a record deal with TS Records, Mkutukana’s debut album, Loliwe (2011), went double platinum. Her second album, Phendula (2013), produced three chart-topping singles “Phendula”, “Impilo”, and “Stay”.

Use the link below to downloadMy Helper” song mp3 audio by Chris Morgan.

Also get the song lyrics and video below.

Song Lyrics: Zahara – Umongameli

Edit lyrics

Mama ndizomthini lomntana
Ndifun’ umenza umongameli
Mama ndizomthini lomntana
Ndifun’ umenza umongameli
Mama ndizomthoini lomntana
Ndifun’ umenza umongameli

Ndifun’ umenza
Ndifn’ umenza umongameli
Ndifun’ umenza
Ndifn’ umenza umongameli
Ndifun’ umenza
Ndifn’ umenza umongameli

Ndiba ngabheka ngapha kwezikona
Bathi umoshile izolo
Ndibuza lona akabuyanga
Inyanga ziyaphela
Ndiba ngabheka ngapha kwezikona
Umoshile izolo
Bathi akabuyanga inyanga ziyaphela
Yeyi

RELATED  DOWNLOAD MP3: Dr Tumi – The Fourth Man [Mp3, Lyrics, Video]

Ndifun’ umenza (Ndifun’ umenza)
Ndifn’ umenza umongameli (Umongameli nzomenza)
Ndifun’ umenza (Ndifun’ umenza)
Ndifun’ umenza umongameli (Umongameli ndomenza)
Mama ndizamthoni lomntana (Ndifun’ umenza)
Ndifun’ umenza umongameli (Umongameli ndomenza)
Mama ndizomthoni lomntana (Ndifun’ umenza)
Ndifn’ umenza umongameli (Umongameli ndomenza)

Bathethile bathi ufuzile
Akasoze abento
Bathethile bathi ufuzile
Akasoze abento
Noma bethetha ngaye mna ndifun’ umenza
Ndithi noma bengathini ngaye mna ndifun’ umenza

Ndifun’ umenza (Ndifun’ umenza)
Ndifn’ umenza umongameli (Umongameli nzomenza)
Ndifun’ umenza (Ndifun’ umenza)
Ndifun’ umenza umongameli (Umongameli ndomenza)
Mama ndizamthoni lomntana (Ndifun’ umenza)
Ndifun’ umenza umongameli (Umongameli ndomenza)
Mama ndizamthoni lomntana (Ndifun’ umenza)
Ndifun’ umenza umongameli (Umongameli ndomenza)

Ndifun’ umenza
Ndifn’ umenza umongameli
Ndifun’ umenza
Ndifun’ umenza umongameli
Ndifun’ umenza
Ndifun’ umenza umongameli

Ndifun’ umenza
Ndifun’ umenza umongameli
Ndifun’ umenza
Ndifun’ umenza

VIDEO: Zahara – Umongameli


Raid Shadow Legend Game Banner 320x250 25

LISTEN & DOWNLOAD MP3: Zahara – Umongameli

DOWNLOAD MP3



MyHottestNaija (https://my.hottestnaija.com/) – Free music promotion and social connection for music makers and fans

You may also like...

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *